Zahara — Thekwana song lyrics and translation

The page contains the lyrics and English translation of the song "Thekwana" by Zahara.

Lyrics

Umunt' ongaziyo la esuka khona
Ufana nomuntu ongazi la ayakhona
Amaqhawe akwantu
Siyaziqhenya ngawo
Intak' ezulu iyandilandela
Intak' ezulu iyandilandela
Uthekwana intaka yezulu
Yandilandela
Uyandilandela
Ndibheke ngapha nangapha
Usemvakwami
Umama Maxeka, uHelen Joseph
Bayandilandela, bayandilandela
Bayandilandela, uyandilandela
Ndival' iindlebe zami uyandisebenzela
UTata Mandela uyandisebenzela
Ndival' iindlebe zami uyandisebenzela
Ubab' uLuthuli uyandisebenzela
(Thekwane, Thekwane, Thekwane inyoni yezulu)
Ilizwe lonke ndilijikile
Ndifuna ndifun' impendulo
Ndajonga phezulu, ubani lona
O, nguye uThekwane
Oliver Tambo
Naba noSobukwe
Naba noSteve Biko
Bayandilandela
Bathi bapheth' amathamsanqa (Thekwane)
Bapheth intsikelelo (Thekwane, Thekwane inyoni yezulu)
Bayandilandela
Bathi bapheth' amathamsanqa (Thekwane)
Bapheth intsikelelo (Thekwane, Thekwane inyoni yezulu)
Bayandilandela
Langa Libalele Dube (Thekwane, Thekwane)
Uyandilandela (inyoni yezulu)
(Thekwane, Thekwane, Thekwane inyoni yezulu)
UBaba Mandela
Uyandilandela (Thekwane)
Uyandilandela (Thekwane)
Uyandilandela (inyoni yezulu)
Nabotata Luthuli nabo bandilandela
Basemvakwami, (Thekwane)
Bayandilandela (inyoni yezulu)
Madikizela Mandela, usemvakwami
Uyandilandela (x6)
Mama Lilian Ngoyi, Richard Mahabane
Tata Walter Sisulu 'landela
Naba noChris Hani, basemvakwami
Bayandilandela uyandilandela
Tata Rolihlahla Mandela yandilandela
Uyandilandela (Thekwane)
Uyandilandela (Thekwane)
(Thekwane, Thekwane, Thekwane inyoni yezulu)

Lyrics translation

Umunt' from these there ongaziyo
As you know these nomuntu ayakhona
Akwantu only
At their Siyaziqhenya
Birds' heaven iyandilandela
Birds' heaven iyandilandela
And the birds of heaven Uthekwana
Yandilandela
Uyandilandela
Refer to and fro
Usemvakwami
Max mother, Joseph uHelen
Bayandilandela, bayandilandela
Bayandilandela, uyandilandela
I hear' the ear try uyandisebenzela
The father Followed uyandisebenzela
I hear' the ear try uyandisebenzela
They became' uLuthuli uyandisebenzela
(Thekwane, Thekwane, Thekwane inyoni heaven)
It turned all of the land
I want I want' the answer
He looked up, you this
O, he is uThekwane
Oliver Tambo
This noSobukwe
This Custom noSteve
Bayandilandela
Hold and they said' well (Thekwane)
To hold the blessings (Thekwane, Thekwane inyoni heaven)
Bayandilandela
Hold and they said' well (Thekwane)
To hold the blessings (Thekwane, Thekwane inyoni heaven)
Bayandilandela
Forget For The Sun (Thekwane, Thekwane)
Uyandilandela (inyoni heaven)
(Thekwane, Thekwane, Thekwane inyoni heaven)
They Might Follow
Uyandilandela (Thekwane)
Uyandilandela (Thekwane)
Uyandilandela (inyoni heaven)
Follow me to Dust them otata
Basemvakwami, (Thekwane)
Bayandilandela (inyoni heaven)
Madikizela Mandela, usemvakwami
Uyandilandela (x6)
Ngoyi Ie Mother, Richard Mahabane
Walter father of Heaven 'follow
Hani was a noChris, basemvakwami
Bayandilandela uyandilandela
Rolihlahla Mandela the father yandilandela
Uyandilandela (Thekwane)
Uyandilandela (Thekwane)
(Thekwane, Thekwane, Thekwane inyoni heaven)